[Music] Bongeziwe Mabandla – thula (Lemon & Herb, KAARGO Remix) Ft Lemon & Herb & KAARGO
Posted by badgeNanla 0
Bongeziwe Mabandla – thula (Lemon & Herb, KAARGO Remix) Ft Lemon & Herb & KAARGO

South African singer-songwriter and performer, Bongeziwe Mabandla, introduces a new song titled "thula (Lemon & Herb, KAARGO Remix)".

The song "thula (Lemon & Herb, KAARGO Remix)" is an amazing record that should be on your Playlist. However, it serves as Bongeziwe Mabandla's latest single for the year 2025.

In addition, the song features vocal contributions from talented musical artists, Lemon & Herb and KAARGO.

Listen, download, & share your thoughts below;


Bongeziwe Mabandla thula (Lemon & Herb, KAARGO Remix) Lyrics:
Ndiyakhala mama
Ndikhalela wena
Ndifuna undithathe
Undibek’ es’fubeni sakho
Ndiyakhala mama
Ndikhalela wena
Ndifuna undithathe
Undibek’ es’fubeni sakho

Uthi thula
Thula sana lwam
Uthi thula
Thula sana lwam
Uthi thula
Thula sana lwam
Uthi thula
Thula sana lwam

Uyabona yophukile intliziyo
Ngoba ungakwaz’ ukwamkela
Konke endikuko
Bangandi f’lathela bonk’ abanye
Kodwa wena ndiyakudinga
Ngoba nguwe, nguwe, nguwe ilizwe lami

Ndiyakhala mama
Ndikhalela wena
Ndifuna undithathe
Undibek’ es’fubeni sakho
Ndiyakhala mama
Ndikhalela wena
Ndifuna undithathe
Undibek’ es’fubeni sakho

Uthi thula
Thula sana lwam
Uthi thula
Thula sana lwam
Uthi thula
Thula sana lwam
Uthi thula
Thula sana lwam


Written:


DOWNLOAD thula (Lemon & Herb, KAARGO Remix) by Bongeziwe Mabandla MP3 [9.24 MB]


Do you wish to initiate a DMCA takedown report? Kindly send details to [email protected]


GixKid Album

Zappy

Do you want your song on HipHopkit? Upload Your Song.


Hottest Artists

What do you think about this song?

Drop Your Comment

Be the first to comment on this post



⚠️
Notice! This website may use pop ads which could be annoying to users. Please close any unwanted tabs that pop up.