[Music] Bongeziwe Mabandla – soze (Ntokzin Remix) ft Ntokzin
Posted by badgeNanla 0
Bongeziwe Mabandla – soze (Ntokzin Remix) ft Ntokzin

South African singer-songwriter and music star, Bongeziwe Mabandla, comes through with a new single which is titled "soze (Ntokzin Remix)".

The well enchanted song serves as Bongeziwe Mabandla's latest entry this year following previously released songs.

Furthermore, the amazing record features Award-winning superstar, Ntokzin who splits in some hot verse.

Enjoy!


Bongeziwe Mabandla soze (Ntokzin Remix) Lyrics:
Aha ha ha
Aha ha ha
Aha ha ha
Aha ha ha

Uthando ndalifundiswa nguwe
Abayaz’ ukuba wandenzelani
Ndithi xa ndisiwa
Ndiphakamiswa nguwe
Uthi kum nguwe, nguw’ ithemba lam
Ixesha ndiyahamba ngoku
Ndiyavuwa lihamba nami nawe

Izinto ziyafika zihambe
Umhlaba uyabafihla bonk’ abantu
Soze soze ndikulibale
Soze soze ndikulibale

Phambi koba lithsone ilanga
Mandibulele uThixo ngawe
Ixesha liyahamba ngoku
Kodwa ndiyavuya lihamba nami nawe
Lihamba nami nawe

Noba sendingekho kweli lizwe
Ndiwelelele kweliny’ icala

Olu thando soze luphele
Lona lelona phakade

Soze soze ndikulibale
Soze soze ndikulibale


Written:


DOWNLOAD soze (Ntokzin Remix) by Bongeziwe Mabandla MP3 [8.69 MB]


Do you wish to initiate a DMCA takedown report? Kindly send details to [email protected]


GixKid Album

Zappy

Do you want your song on HipHopkit? Upload Your Song.


Hottest Artists

What do you think about this song?

Drop Your Comment

Be the first to comment on this post



⚠️
Notice! This website may use pop ads which could be annoying to users. Please close any unwanted tabs that pop up.